Marko 1:21 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 21 Bahamba naye baya eKapernahum. Kwathi kwakuqala iSabatha, uYesu wangena kwindlu akhonzela kuyo amaYuda,* wafundisa abantu.+
21 Bahamba naye baya eKapernahum. Kwathi kwakuqala iSabatha, uYesu wangena kwindlu akhonzela kuyo amaYuda,* wafundisa abantu.+