Marko 1:35 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 35 Kwathi kusesekuseni kakhulu, kusemnyama, wavuka uYesu waphuma phandle, waya kwindawo engenabantu, waza wathandaza.+
35 Kwathi kusesekuseni kakhulu, kusemnyama, wavuka uYesu waphuma phandle, waya kwindawo engenabantu, waza wathandaza.+