Marko 1:44 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 44 wathi: “Qiniseka ukuba awuxeleli mntu ngale nto, kodwa hamba uye kumbingeleli, unikele ngezinto awathi uMoses makunikelwe ngazo,+ ukuze bazibonele ukuba uphilisiwe,”+ waza wamyeka wahamba. Marko ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 1:44 IMboniselo,2/15/2008, iphe. 28 Umntu Obalaseleyo, isahl. 25
44 wathi: “Qiniseka ukuba awuxeleli mntu ngale nto, kodwa hamba uye kumbingeleli, unikele ngezinto awathi uMoses makunikelwe ngazo,+ ukuze bazibonele ukuba uphilisiwe,”+ waza wamyeka wahamba.