Marko 2:8 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 8 Kodwa ngokukhawuleza uYesu waqonda ukuba bacinga loo nto, waza wathi kubo: “Kutheni nicinga loo nto nje ezintliziyweni zenu?+
8 Kodwa ngokukhawuleza uYesu waqonda ukuba bacinga loo nto, waza wathi kubo: “Kutheni nicinga loo nto nje ezintliziyweni zenu?+