Marko 3:32 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 32 Njengokuba abantu babehleli bemngqongile, kwathiwa kuye: “Jonga! Umama wakho nabantakwenu bayakufuna apha phandle.”+
32 Njengokuba abantu babehleli bemngqongile, kwathiwa kuye: “Jonga! Umama wakho nabantakwenu bayakufuna apha phandle.”+