Marko 4:19 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 19 kodwa amaxhala+ eli hlabathi,* ukuqhathwa kukufuna ubutyebi,+ nazo zonke ezinye izinto,+ kungena entliziyweni kuze kuliminxe ilizwi, aze loo mntu angavelisi siqhamo. Marko ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 4:19 Vukani!,11/2008, iphe. 6 IMboniselo,10/1/2007, iphe. 17
19 kodwa amaxhala+ eli hlabathi,* ukuqhathwa kukufuna ubutyebi,+ nazo zonke ezinye izinto,+ kungena entliziyweni kuze kuliminxe ilizwi, aze loo mntu angavelisi siqhamo.