Marko 5:7 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 7 Emva koko, yakhwaza yathi: “Ufuna ntoni kum, Yesu, Nyana wOyena Thixo Uphakamileyo? Ndifungele phambi koThixo ukuba awuzukundingcungcuthekisa.”+ Marko ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 5:7 Umntu Obalaseleyo, isahl. 45
7 Emva koko, yakhwaza yathi: “Ufuna ntoni kum, Yesu, Nyana wOyena Thixo Uphakamileyo? Ndifungele phambi koThixo ukuba awuzukundingcungcuthekisa.”+