-
Marko 5:42IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
-
-
42 Yavuka ngoko nangoko le ntombazana yaza yahamba-hamba. (Yayineminyaka eyi-12.) Bathi bakuyibona loo nto, bavuya abakwazi nokuzibamba.
-