Marko 8:12 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 12 Wakhathazeka kakhulu wathi: “Kutheni esi sizukulwana sifuna ummangaliso?+ Ndiyaniqinisekisa ukuba, akukho mmangaliso siza kuwenzelwa esi sizukulwana.”+
12 Wakhathazeka kakhulu wathi: “Kutheni esi sizukulwana sifuna ummangaliso?+ Ndiyaniqinisekisa ukuba, akukho mmangaliso siza kuwenzelwa esi sizukulwana.”+