Marko 8:31 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 31 Kwakhona, wabafundisa ukuba uNyana womntu umele eve iintlungu ezininzi aze adelelwe ngabadala, ngababingeleli abaziintloko nangababhali, abulawe,+ aze avuke emva kweentsuku ezintathu.+
31 Kwakhona, wabafundisa ukuba uNyana womntu umele eve iintlungu ezininzi aze adelelwe ngabadala, ngababingeleli abaziintloko nangababhali, abulawe,+ aze avuke emva kweentsuku ezintathu.+