Marko 11:18 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 18 Bathi ababingeleli abaziintloko nababhali bakuyiva loo nto, bafuna indlela yokumbulala.+ Kaloku babemoyika, kuba abantu babemangaliswa zizinto azifundisayo.+ Marko ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 11:18 Umntu Obalaseleyo, isahl. 103
18 Bathi ababingeleli abaziintloko nababhali bakuyiva loo nto, bafuna indlela yokumbulala.+ Kaloku babemoyika, kuba abantu babemangaliswa zizinto azifundisayo.+