Marko 14:11 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 11 Bathe bakuyiva loo nto, bavuya kakhulu baza bathembisa ukumnika imali yesilivere.+ Ngoko wakhangela ithuba lokujikela uYesu. Marko ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 14:11 Umntu Obalaseleyo, isahl. 112
11 Bathe bakuyiva loo nto, bavuya kakhulu baza bathembisa ukumnika imali yesilivere.+ Ngoko wakhangela ithuba lokujikela uYesu.