Marko 14:18 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 18 Bathi xa behleli etafileni besitya, uYesu wathi: “Ndiyaniqinisekisa ukuba, omnye wenu otya kunye nam uza kundijikela.”+ Marko ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 14:18 Umntu Obalaseleyo, isahl. 114
18 Bathi xa behleli etafileni besitya, uYesu wathi: “Ndiyaniqinisekisa ukuba, omnye wenu otya kunye nam uza kundijikela.”+