Marko 14:34 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 34 Wathi kubo: “Ndikhathazeke kakhulu,+ intliziyo yam ibuhlungu ngeyona ndlela. Hlalani apha, nihlale nithe qwa.”+ Marko ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 14:34 Umntu Obalaseleyo, isahl. 117
34 Wathi kubo: “Ndikhathazeke kakhulu,+ intliziyo yam ibuhlungu ngeyona ndlela. Hlalani apha, nihlale nithe qwa.”+