Marko 14:41 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 41 Wabuya okwesithathu, wathi kubo: “Nilala njani ngexesha elibaluleke kangaka! Kwanele! Ixesha lifikile!+ Jongani! UNyana womntu unikelwa ezandleni zaboni.
41 Wabuya okwesithathu, wathi kubo: “Nilala njani ngexesha elibaluleke kangaka! Kwanele! Ixesha lifikile!+ Jongani! UNyana womntu unikelwa ezandleni zaboni.