Luka 1:48 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 48 kuba uye walikhumbula ikhobokazana lakhe elingathathi ntweni, waza walisikelela.+ Jonga! Ukususela ngoku zonke izizukulwana ziza kuthi ndisikelelwe,+ 1. Okona Kukhanya Kokwenene Kwehlabathi Ibali Elingobulungiseleli BukaYesu—Iividiyo Nezibhalo UMariya udumisa uYehova (gnj 1 21:14–24:00)
48 kuba uye walikhumbula ikhobokazana lakhe elingathathi ntweni, waza walisikelela.+ Jonga! Ukususela ngoku zonke izizukulwana ziza kuthi ndisikelelwe,+