Luka 4:16 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 16 UYesu waya eNazarete,+ apho wayekhulele khona. Njengesiqhelo, ngomhla wesabatha waya kwindlu akhonzela kuyo amaYuda.*+ Waphakama ke ukuze afunde iZibhalo, Luka ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 4:16 IMboniselo,4/1/2008, iphe. 30 Umntu Obalaseleyo, isahl. 21
16 UYesu waya eNazarete,+ apho wayekhulele khona. Njengesiqhelo, ngomhla wesabatha waya kwindlu akhonzela kuyo amaYuda.*+ Waphakama ke ukuze afunde iZibhalo,