22 Wathi kubo: “Hambani niyokuxelela uYohane izinto enizibonileyo nenizivileyo: Abantu abangaboniyo bayabona,+ abaziziqhwala bayakwazi ukuhamba, abaneqhenqa bayaphiliswa, abangevayo bayeva,+ abafileyo bayavuswa namahlwempu axelelwa iindaba ezilungileyo.+