Luka 7:39 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 39 Akuyibona le nto umFarisi owayememe uYesu, wathi ngaphakathi: “Ukuba lo mntu ebengumprofeti nyhani, ebeza kuyazi ukuba ngumntu onjani lo mfazi ubamba iinyawo zakhe. Ebeza kuyazi ukuba ungumoni.”+
39 Akuyibona le nto umFarisi owayememe uYesu, wathi ngaphakathi: “Ukuba lo mntu ebengumprofeti nyhani, ebeza kuyazi ukuba ngumntu onjani lo mfazi ubamba iinyawo zakhe. Ebeza kuyazi ukuba ungumoni.”+