Luka 8:13 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 13 Leyo isematyeni, ngabo balamkela bevuya ilizwi, kodwa bengenazingcambu. Bakholwa nje okwexeshana, bathi bakuvavanywa, baphelelwe lukholo.+ Luka ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 8:13 IMboniselo,2/1/2003, iphe. 11
13 Leyo isematyeni, ngabo balamkela bevuya ilizwi, kodwa bengenazingcambu. Bakholwa nje okwexeshana, bathi bakuvavanywa, baphelelwe lukholo.+