Luka 8:28 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 28 Ithe yakubona uYesu, yawa phambi kwakhe, yakhwaza isithi: “Ufuna ntoni kum Yesu, Nyana wOyena Thixo Uphakamileyo? Ndiyakucela, ungandingcungcuthekisi.”+ Luka ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 8:28 Umntu Obalaseleyo, isahl. 45
28 Ithe yakubona uYesu, yawa phambi kwakhe, yakhwaza isithi: “Ufuna ntoni kum Yesu, Nyana wOyena Thixo Uphakamileyo? Ndiyakucela, ungandingcungcuthekisi.”+