-
Luka 8:37IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
-
-
37 Ngoko elo qela likhulu labantu elalivela kummandla wamaGerasa, lamcela uYesu ukuba ahambe kummandla walo, kuba lalisoyika kakhulu. Wahamba ke waya kukhwela isikhephe.
-