Luka 9:13 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 13 Kodwa wathi kubo: “Bapheni ngokwenu ukutya.”+ Bathi: “Sinezonka nje ezihlanu neentlanzi ezimbini, ngaphandle kokuba ufuna sihambe siyokubathengela ngokwethu ukutya bonke aba bantu.”
13 Kodwa wathi kubo: “Bapheni ngokwenu ukutya.”+ Bathi: “Sinezonka nje ezihlanu neentlanzi ezimbini, ngaphandle kokuba ufuna sihambe siyokubathengela ngokwethu ukutya bonke aba bantu.”