Luka 10:7 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 7 Ngoko hlalani kuloo mzi+ womntu othanda uxolo, nitye, nisele nantoni na aninika yona,+ kuba umntu osebenzayo ufanelwe ngumvuzo.+ Hlalani kuloo mzi, ningahambi niyokuhlala kweminye.
7 Ngoko hlalani kuloo mzi+ womntu othanda uxolo, nitye, nisele nantoni na aninika yona,+ kuba umntu osebenzayo ufanelwe ngumvuzo.+ Hlalani kuloo mzi, ningahambi niyokuhlala kweminye.