Luka 11:27 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 27 Njengoko uYesu wayethetha, omnye umfazi kwabo bantu wakhwaza wathi kuye: “Wonwabile umfazi owakuthwala esibelekweni sakhe, wakuncancisa!”+ Luka ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 11:27 Umntu Obalaseleyo, isahl. 75
27 Njengoko uYesu wayethetha, omnye umfazi kwabo bantu wakhwaza wathi kuye: “Wonwabile umfazi owakuthwala esibelekweni sakhe, wakuncancisa!”+