Luka 11:33 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 33 Emva kokuba umntu elayite isibane, akasibeki kwindawo esitheleyo okanye phantsi kwebhaskithi,* kodwa usixhoma endaweni yaso,+ ukuze sikhanyisele abantu abangenayo. Luka ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 11:33 Umntu Obalaseleyo, isahl. 75
33 Emva kokuba umntu elayite isibane, akasibeki kwindawo esitheleyo okanye phantsi kwebhaskithi,* kodwa usixhoma endaweni yaso,+ ukuze sikhanyisele abantu abangenayo.