Luka 12:9 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 9 Kodwa nabani na ondiphikayo phambi kwabantu, nam ndiza kumphika phambi kweengelosi zikaThixo.+