Luka 12:24 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 24 Khanikhe nicinge ngamahlungulu: Awatyali, awavuni, awaqokeleli kutya koovimba, kodwa ondliwa nguThixo.+ Anibalulekanga ngaphezu kweentaka na nina?+ Luka ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 12:24 IMboniselo,8/1/2010, iphe. 29-30
24 Khanikhe nicinge ngamahlungulu: Awatyali, awavuni, awaqokeleli kutya koovimba, kodwa ondliwa nguThixo.+ Anibalulekanga ngaphezu kweentaka na nina?+