Luka 12:47 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 47 Ngoko elo khoboka liyaziyo into efunwa yinkosi yalo, kodwa alakulungiselela ukubuya kwayo okanye alakwenza ukuthanda kwayo, liza kubethwa imivumbo emininzi.+
47 Ngoko elo khoboka liyaziyo into efunwa yinkosi yalo, kodwa alakulungiselela ukubuya kwayo okanye alakwenza ukuthanda kwayo, liza kubethwa imivumbo emininzi.+