Luka 12:48 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 48 Kodwa elo lingayaziyo laza lenza izinto ezifanelwe yimivumbo, liza kubethwa embalwa. Ngoko ke, wonke umntu onikwe okuninzi, kuza kufunwa okuninzi kuye, nalowo ubekwe ukuba aphathe izinto ezininzi, kuza kulindelwa izinto ezininzi kuye.+
48 Kodwa elo lingayaziyo laza lenza izinto ezifanelwe yimivumbo, liza kubethwa embalwa. Ngoko ke, wonke umntu onikwe okuninzi, kuza kufunwa okuninzi kuye, nalowo ubekwe ukuba aphathe izinto ezininzi, kuza kulindelwa izinto ezininzi kuye.+