Luka 15:20 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 20 Ngoko wahamba waya kutata wakhe. Uthe esekude, utata wakhe wambona, waba nosizi, wabaleka waya kuye, wamanga waza wamphuza.* Luka ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 15:20 Umntu Obalaseleyo, isahl. 86
20 Ngoko wahamba waya kutata wakhe. Uthe esekude, utata wakhe wambona, waba nosizi, wabaleka waya kuye, wamanga waza wamphuza.*