Luka 19:44 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 44 Ziza kukugadlela phantsi, wena nabo bonke abantwana bakho,+ ibe akukho nalinye ilitye eliza kushiyeka phezu kwelinye kuwe,+ kuba uThixo weza kukuhlola, kodwa wena awuzange uyibone loo nto.” Luka ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 19:44 Vukani!,4/2011, iphe. 12-13 “Sonke ISibhalo”, iphe. 188
44 Ziza kukugadlela phantsi, wena nabo bonke abantwana bakho,+ ibe akukho nalinye ilitye eliza kushiyeka phezu kwelinye kuwe,+ kuba uThixo weza kukuhlola, kodwa wena awuzange uyibone loo nto.”