Luka 20:37 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 37 KwanoMoses watsho ukuba abantu bayavuka ekufeni, xa wayethetha ngetyholo elinameva, ebiza uYehova* ngokuba ‘nguThixo ka-Abraham noThixo kaIsake noThixo kaYakobi.’+ Luka ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 20:37 IMboniselo,5/1/2005, iphe. 13
37 KwanoMoses watsho ukuba abantu bayavuka ekufeni, xa wayethetha ngetyholo elinameva, ebiza uYehova* ngokuba ‘nguThixo ka-Abraham noThixo kaIsake noThixo kaYakobi.’+