Luka 22:19 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 19 Wathatha nelofu yesonka,+ wabulela, wasiqhekeza, wabanika, esithi: “Esi sonka simela umzimba wam+ oza kunikelwa ngenxa yenu.+ Hlalani nisenza le nto, niyenzela ukundikhumbula.”+ Luka ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 22:19 IMboniselo,4/1/2015, iphe. 12 1/15/2012, iphe. 26-27 4/1/2003, iphe. 4, 6 2/15/2003, iphe. 13
19 Wathatha nelofu yesonka,+ wabulela, wasiqhekeza, wabanika, esithi: “Esi sonka simela umzimba wam+ oza kunikelwa ngenxa yenu.+ Hlalani nisenza le nto, niyenzela ukundikhumbula.”+