Luka 22:58 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 58 Akubanga kudala, wabonwa nangomnye umntu, waza wathi: “Nawe ungomnye wabo.” Kodwa uPetros wathi: “Mfondini, andinguye.”+ Luka ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 22:58 Umntu Obalaseleyo, isahl. 120
58 Akubanga kudala, wabonwa nangomnye umntu, waza wathi: “Nawe ungomnye wabo.” Kodwa uPetros wathi: “Mfondini, andinguye.”+