-
Luka 23:22IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
-
-
22 UPilato wathi kubo okwesithathu: “Ngoba? Yintoni embi ayenzileyo lo mntu? Andibonanga nto ifunisa ukuba abulawe; ngoko ndiza kumohlwaya, ndimkhulule.”
-