Yohane 1:33 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 33 Nam ndandingamazi, kodwa Lowo wayendithume ukuba ndibhaptize emanzini wathi kum: ‘Nabani na obona kusehla umoya phezu kwakhe,+ nguye obhaptiza ngomoya oyingcwele.’+ Yohane ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 1:33 Umntu Obalaseleyo, isahl. 12
33 Nam ndandingamazi, kodwa Lowo wayendithume ukuba ndibhaptize emanzini wathi kum: ‘Nabani na obona kusehla umoya phezu kwakhe,+ nguye obhaptiza ngomoya oyingcwele.’+