Yohane 3:36 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 36 Lowo uzikholelwayo izinto azifundisayo uNyana kaThixo aze azenze, uza kufumana ubomi obungunaphakade;+ kodwa lowo ungamthobeliyo uNyana kaThixo, akazukubufumana,+ ibe uza kuhlala ewuva umsindo kaThixo.+ Yohane ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 3:36 IMboniselo(Kawonke-wonke),No. 2 2017 iphe. 7 IMboniselo,8/15/2010, iphe. 13, 16
36 Lowo uzikholelwayo izinto azifundisayo uNyana kaThixo aze azenze, uza kufumana ubomi obungunaphakade;+ kodwa lowo ungamthobeliyo uNyana kaThixo, akazukubufumana,+ ibe uza kuhlala ewuva umsindo kaThixo.+