Yohane 5:18 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 18 Le nto yabangela ukuba amaYuda akufune nyhani ukumbulala, kuba wayengaphuli Sabatha nje qha, kodwa wayekwabiza uThixo ngokuba nguTata wakhe,+ ezilinganisa noThixo.+
18 Le nto yabangela ukuba amaYuda akufune nyhani ukumbulala, kuba wayengaphuli Sabatha nje qha, kodwa wayekwabiza uThixo ngokuba nguTata wakhe,+ ezilinganisa noThixo.+