Yohane 6:10 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 10 UYesu wathi: “Bahlaliseni phantsi.” Yayininzi indawo enengca apho, ngoko abantu bahlala phantsi. Phakathi kwabo kwakukho amadoda amalunga ne-5 000.+ Yohane ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 6:10 Umntu Obalaseleyo, isahl. 52
10 UYesu wathi: “Bahlaliseni phantsi.” Yayininzi indawo enengca apho, ngoko abantu bahlala phantsi. Phakathi kwabo kwakukho amadoda amalunga ne-5 000.+