Yohane 6:58 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 58 Siso ke esi isonka esehla sivela ezulwini. Asifani nesonka esatyiwa ngookhokho benu kodwa bafa. Nabani na otya esi isonka uza kuphila ngonaphakade.”+
58 Siso ke esi isonka esehla sivela ezulwini. Asifani nesonka esatyiwa ngookhokho benu kodwa bafa. Nabani na otya esi isonka uza kuphila ngonaphakade.”+