Yohane 7:1 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 7 Emva koko uYesu waqhubeka nomsebenzi wakhe eGalili, kuba wayengafuni ukuwenza kwaYuda, ngoba amaYuda ayefuna ukumbulala.+ Yohane ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 7:1 Umntu Obalaseleyo, isahl. 56
7 Emva koko uYesu waqhubeka nomsebenzi wakhe eGalili, kuba wayengafuni ukuwenza kwaYuda, ngoba amaYuda ayefuna ukumbulala.+