Yohane 7:22 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 22 Khanicinge ngale nto: UMoses wayalela ukuba noluke,+ phofu lungezanga naye ulwaluko, kodwa lusuka kookhokho,+ ibe nina umntu niyamalusa nangesabatha.
22 Khanicinge ngale nto: UMoses wayalela ukuba noluke,+ phofu lungezanga naye ulwaluko, kodwa lusuka kookhokho,+ ibe nina umntu niyamalusa nangesabatha.