Yohane 9:16 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 16 Emva koko abanye abaFarisi bathi: “Akunakwenzeka ukuba lo mntu usuka kuThixo, kuba akawuthobeli umthetho weSabatha.”+ Abanye bathi: “Kungenzeka njani ukuba umoni enze imimangaliso enje?”+ Baphela bengavumelani.+ Yohane ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 9:16 Umntu Obalaseleyo, isahl. 70
16 Emva koko abanye abaFarisi bathi: “Akunakwenzeka ukuba lo mntu usuka kuThixo, kuba akawuthobeli umthetho weSabatha.”+ Abanye bathi: “Kungenzeka njani ukuba umoni enze imimangaliso enje?”+ Baphela bengavumelani.+