Yohane 11:47 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 47 Ngoko ababingeleli abaziintloko nabaFarisi badibana kwiNkundla Ephakamileyo YamaYuda,* bathi: “Siza kuthini ngoku, kuba lo mntu wenza imimangaliso emininzi?+ Yohane ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 11:47 IMboniselo,1/15/2006, iphe. 11-12 Umntu Obalaseleyo, isahl. 91
47 Ngoko ababingeleli abaziintloko nabaFarisi badibana kwiNkundla Ephakamileyo YamaYuda,* bathi: “Siza kuthini ngoku, kuba lo mntu wenza imimangaliso emininzi?+