Yohane 11:49 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 49 Kodwa omnye wabo, uKayafa,+ owayengumbingeleli omkhulu ngaloo nyaka, wathi kubo: “Nina aniyiqondi kakuhle le nto! Yohane ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 11:49 Umntu Obalaseleyo, isahl. 91
49 Kodwa omnye wabo, uKayafa,+ owayengumbingeleli omkhulu ngaloo nyaka, wathi kubo: “Nina aniyiqondi kakuhle le nto!