Yohane 13:21 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 21 UYesu wakhathazeka kakhulu emva kokuba ethethe ezi zinto, wathi: “Ndiyaniqinisekisa ukuba, omnye wenu uza kundijikela.”+ Yohane ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 13:21 Umntu Obalaseleyo, isahl. 114
21 UYesu wakhathazeka kakhulu emva kokuba ethethe ezi zinto, wathi: “Ndiyaniqinisekisa ukuba, omnye wenu uza kundijikela.”+