Yohane 19:17 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 17 Wathwala isibonda sakhe sokungcungcutheka,* waphuma waya kwindawo ekuthiwa yiNdawo YoKakayi,+ ebizwa ngokuba yiGolgotha ngesiHebhere.+ Yohane ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 19:17 Umntu Obalaseleyo, isahl. 124
17 Wathwala isibonda sakhe sokungcungcutheka,* waphuma waya kwindawo ekuthiwa yiNdawo YoKakayi,+ ebizwa ngokuba yiGolgotha ngesiHebhere.+