IZenzo 2:22 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 22 “Madoda akwaSirayeli, ndimameleni: UYesu umNazarete yindoda uThixo awanibonisa yona ngemisebenzi emikhulu nemimangaliso eyayiyenza phambi kwenu ithunywe nguye,+ njengokuba nani nisazi.
22 “Madoda akwaSirayeli, ndimameleni: UYesu umNazarete yindoda uThixo awanibonisa yona ngemisebenzi emikhulu nemimangaliso eyayiyenza phambi kwenu ithunywe nguye,+ njengokuba nani nisazi.