IZenzo 16:18 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 18 Yayenza iintsuku ezininzi le nto. Ekugqibeleni uPawulos wadinwa yile nto waza wajika wathi kuloo moya: “Ndiyakuyalela egameni likaYesu Kristu ukuba uphume kuye.” Waphuma kanye ngelo xesha.+
18 Yayenza iintsuku ezininzi le nto. Ekugqibeleni uPawulos wadinwa yile nto waza wajika wathi kuloo moya: “Ndiyakuyalela egameni likaYesu Kristu ukuba uphume kuye.” Waphuma kanye ngelo xesha.+